Ukuba sezikweletini kwabantu abasha
Kubukeka intsha isingene yagamanxa ezikweletini kulesi sikhathi sanamuhla. UTrevor Crighton uyasiphenyela Ukwazile ukuphumelela waze wafika enyuvesi, manje usuyasebenza, usubhekene nesilingo sokuba udle ¡mali yakho ngemizamo yokuba uzenze ubukeke kahle, ubonakale nabangani bakho emakilabhini aphambili nokuba uhambe ngemoto okade wawuyifisa. Kungakhoke abantu abaningi abasha bakuleli sebezithola bengene bagamanxa ezikweletini, nakuba sebehola amaholo aphezulu. Abe-Old Mutual Savings […]
Usemtsha kodwa uyantyumpantyumpeka ematyaleni
Ulutsha IwaseMzantsi Afrika luntyumpantyumpeka L ematyaleni kakhulu kunakuqala; kodwa lusaqhuba nokuphila duru. UTrevor Crighton uyanan Ude wagqiba eyunivesithi, wafumana umsebenzi; kwaye ngoku urhola umrholo wesiqhelo. Isilingo sokuchitha imali siyakugubungela, nawe uyafuna ukubonwa kwiindawo zojuxuzo ezaziwayo nokuqhuba ¡moto yale mihla. Yiloo nto kanye ebangela ukuba abantu abaninzi babe sematyaleni eMzantsi, nditsho nokuba barhola kakuhle. I-Old Mutual […]
Batjha Dikolotong
Batjha baAfrika Borwa ba dikolotong ho fetapele; empa ba sa ntse ba tswelapele ka bophelo ba maemo. Ka Trevor Crighto Ose o qetile yunivesithing mme o thotse mosebetsi; mme ha ¡wale o na le mokgolo o tsitsitseng. O lekeha hore o sebedise tjhelete bakeng sa tjhebeho, o bonahale o le motho ya pele le ho […]
Young and heavily in debt
The South African youth is more in debt than ever before; yet they continue to live large. By Trevor Crighto You made it through university, you’ve got a job; and now you’re getting a regular salary. The temptation to spend your money on looking good, being seen at the coolest clubs and driving the latest […]